Inkonyane ikhethwa kusakhanya

Inkonyane ikhethwa kusakhanya

by Luyanda Memela
Inkonyane ikhethwa kusakhanya

Inkonyane ikhethwa kusakhanya

by Luyanda Memela

eBook

$5.00 

Available on Compatible NOOK Devices and the free NOOK Apps.
WANT A NOOK?  Explore Now

Related collections and offers

LEND ME® See Details

Overview

Le yinoveli emfutshane ebizwa ngokuba yinovella, ndiyibhale njengee njongo zokufundisa nokulumkisa ukuba masilungise iintonga zethu kusakhanya njengoko sibona umlinganiswa ophambili uLuzuko Mzongwana ozama ukufeza nokulungiselela ikamva lakhe kusakhanya njengoko sisazi ukuba izinto zilungiselelwa kuselixesha. Ewe amaphupha ayakukhokelela endleleni, yokukhanya yiloo nto ekugqibeleni sibona uLuzuko lizaliseka iphupha lakhe lokuba ngutitshala weZembali. Kuba ke indlela ihamba neenzingo, buyabonakala ubunzima abufumanayo kodwa kufuneka sinyamezele. Mayibanjwe intetho ethi 'lisebenzise lonke ithuba onalo kusakhanya khon' ukuze silumkele amangomso asa esihogweni'.


Product Details

BN ID: 2940165919510
Publisher: Luyanda Memela
Publication date: 08/25/2022
Sold by: Smashwords
Format: eBook
File size: 263 KB
Language: Xhosa

About the Author

ULuyanda Lloyd Memela wazalwa ngomhla we14 kwekaTshazimpunzi ngonyaka we1997. Wazalelwa kwilali yaseThembeni kwindawo yaseThafeni eMzimkhulu kwiphondo lakwaZulu Natal ezalwa ngumama uVuyelwa Irene Memela kunye notata uJohnson Mzwandile Memela ongasekhoyo. Ufunde kwisikolo saseDiepkloof Combined School apho athe waphumelela ibanga leshumi elinambini ngeDiploma NSC. Ufunde isiXhosa ukusukela ezantsi ukuya phezulu esifunda njengolwimi lwasekhaya. Wenze isidanga seUniversity Licentiate in Music Education kwiDyunivesity yaseWalter Sisulu eMthatha apho ebesenza khona isiXhosa kunye nomculo. Kwakhona wenza isidanga seBEd FET ARTS & CULTURE.Waqala ukubhala imibongo kunye namabali amafutshane ezingekapapashwa ngexesha eseseDiepkloof Combined School. Inkonyane ikhethwa kusakhanya yincwadi yakhe yokuqala.

From the B&N Reads Blog

Customer Reviews